liyangena emithini yokuvusa indu-ku. uyangena kwisibambelelo. uyangena emithini wokumithisa. uyangena kwisihlambezo. uyasebenza ukukilina inkomo, ususe nephunga lenkomo.