izithakazelo zakwa Khwetshube

iziduko za ka Khwetshube: Khwetshube, Nyandube, Xhanga, mhlanga olal'intaka namantakazana kazuba utshile nje ziya Kulala phi ziyolala kwintlu kaYokazi Ndayi kaNdobane Phondo olusibhonxa Bhonxa matshengele bulala bubini buvuke buthathu Gomba Nyandube mthong othiwayo Detshe nohiya nto ezibubele buntsuku mbini kolwesithathu buphelile

Imixovo emisha for free everymonth thumela email to join umxovo@gmail.com or Whatsapp 084 352 2187

Save le post ku Whatsapp

Iziwasho nemithi

izithakazelo

izisho nezaga

Amagama esizulu izincazelo