izithakazelo zakwa Qadi

Qadi Ndili Mpondomise Mqadi Ngcinase ka Ngcwina Mbaba Mdlana Mbiyashe Deku Gongqa mabiya ngomgquba mahlahle khona Wungushe Ngxowa zimdaka malale qhingeni avuke necebo maphila kuzenzela Mqadi (Ngcinase) zalwa eqadini lendlu enkulu ezalwa ngu kumkani Ngcwina akananto yokwenza nooMajola uMqadi unqula oonyana bakhe njengoMajola naye enqula eyakhe inzala UbuMpondomise bubuzwe ayisosiduko skabani amaMpondomise manintsi ngokohlukana kweziduko

Imixovo emisha for free everymonth thumela email to join umxovo@gmail.com or Whatsapp 084 352 2187

Save le post ku Whatsapp

Iziwasho nemithi

izithakazelo

izisho nezaga

Amagama esizulu izincazelo